kora lyrics
Email: Password: 
Forgot your password? 
Sign Up
Artist
A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z #
 
Bookmark and Share Kora

KoraLyrics is the place for music lyrics from all over the great  continent of Africa. KoraLyrics provides all lovers of African music with lyrics from diverse genres such as African Hip Hop, Soukous, Makossa, Native Music, Juju, Afro-Beat, Reggae among many.  You can check out some lyrics and submit new ones to add to the rich experience of the site.
Top Artists
01 P-Square
02 Dagrin
03 Joyous Celebration (Ntokozo Mbambo)
04 2Face Idibia
05 Jamali
06 Midnight Crew
07 Malaika
08 Juliana Kanyomozi
09 Banky W
10 Marlaw
11 M.I
12 Yvonne Chaka Chaka
13 Zamajobe
14 Omawunmi
15 Kaysha
16 Ringo Madlingozi
17 Joyous Celebration (William Sejake)
18 Mafikizolo
19 Hip Hop Pantsula (HHP)
20 Black Coffee


NewsLetter Sign Up
The latest lyrics and music news in your mailbox:

 
Archive Stats
total artists:
total songs:
new songs today:
new artists today:


LYRICS



Chorus Umthandile ekuseni Noxa ehlal'ekutyhola Noxa inyani uyazi Verse 1 "Buya mthanda" Myeke akubambe ngokwakhe Myeke azibonakalise Uza'bona ngezenzo K'buyak'thanda Uyamfuna mpfh… Myeke akufune ngokwakhe OH! Myeke ak'fownele Uk'buyak'thanda Ingaba uumm Chorus Umthandile ekuseni Noxa ehlal'ekutyhola Noxa inyani uyazi Ngab'umthandile na Umthandile na Umthandile ebusuku Noba sekusola Noba uyazi umsulwa Ngab'umthandile na Umthandile Verse 2 Ungamphikisi nanini na Yiba naye Hamba naye Yiba naye Emphefumlweni Ow! Ungalwi naye Nanini na Ukub'uyamthanda nyhani Makayazi nguye yedwa Awu! Makayazi ubona yena yedwa Amaxesha onke ey! Nduyabuza Chorus Noxa ehlal'ekutyhola Noxa inyazi uyazi Awu! Ebusuku Noba sekusola Noba umsulwa Baby ndik'thandile Uyayazi ndiyak'thanda Angeke sehlukanisiwe Zizinto ezincane Aha ha ha Ndohlala ndikuthanda Baby Ndohlala ndikuthanda (Noba) 2X Kunini na Ebusuku / emini Ekuseni Ndohlala ndikuthanda baby Ndohlala ndikuthanda Noba noba kunini na Ekuseni ebusuku Maxesha onke

[ www.koralyrics.com ]

Contact Us || Privacy Policy Copyright © 2010 KoraLyrics.com. All Rights Reserved.